BETWAY PREM: Iindaba ezintsha zidiza ukuba iOrlando Pirates ingaphulukana noRelebohile Mofokeng ofunwa liqela laseMelika. Lomdlali weBafana Bafana uyafunwa liqela iMinnesota
Urhulumente waseMzantsi Afrika ufumene imali eyiR5.6 billion yokuphucula iinkonzo koomasipala. Le mali iza kuxhasa inkqubo ejolise ekulungiseni iinkonzo zorhwebo koomasipala
