IMapungubwe National Park and World Heritage Site yindawo ekhethekileyo kubantu abathanda indalo, ukubukela iintaka, kunye nabo bafuna uxolo, isazisi, nembali
Umbutho weTaxi iSANTACO ulumkise abaqhubi ukuba bathobele imithetho yezendlela, emva kwengozi esube imiphefumlo eyi-14 ngoMvulo. Le ngozi yehle kuhola wendlela
