
Ngaphezu kwe-270 yabemi baseNigeria abagodukayo
Namhlanje urhulumente waseNigeria uqalise umkhankaso ongxamisekileyo wokubuyisela abemi bakhe abamalunga nama-270 emakhaya.
Eli nyathelo lilandela kwaye liza emva koxolo neziphithiphithi zamva nje eMzantsi Afrika.
Aba bemi bafake izicelo zokukhuselwa baze bagqiba ekubeni babuyele emva ngenxa yezokhuseleko lwabo.
Amagosa amanye amazwe afana neMalawi nawo aqalile ukukhupha abantu bawo kwezinye iindawo zelizwe.
I-All Africa Bishops Council ihlabe ikhwelo locwangco noxolo phakathi kwabahlali beendawo zonke.
*Nigerian Ministry of Foreign affairs
*eNCA
