
KUFUNYENWE IIPILISI KWICHIPS EZITHENGISWAYO
Ziyaphandwa iziganeko zokufunyanwa kweepilisi kwiipakethi zeChips nokunye ukutya kummandla waseGreat Brak River naseFriemersheim. Umasipala wesithili seGarden Route uthi ulunywe indlebe kutsha nje sisikhululo samapolisa saseGreat Brak River emva kokuvulwa kwamatyala.
Usodolophu wesithili uAndrew Stroebel uthi “sithetha nje uphando luyaqhuba ukuqinisekisa ubunyani ngokuphathelele nesisiganeko. i-GRDM izinikezele kwaye inoxanduva lokuqinisekisa ukuba ukutya okuthengiselwa uluntu kukhuselekile ukuba kungatyiwa.”
Amagosa anjongene nempilo yokusingqongileyo kulomasipala asebenzisana namapolisa kunye nesebe lemicimbi yezekhaya ukuba le nyewe. Abantu abakrokrela ukuba bathengiselwa ukutya okungekho mgangathweni bangabika oko kwizikhululo zamapolisa ezikufutshane okanye batselele amagosa kamasipala wesithili ajongene nempilo yokusingqongileyo kwiinkcukacha ezingazantsi.
Johan Compion – Senior Manager: Municipal Health, Solid Waste Management & Air Quality Control
E-mail: jcompion@gardenroute.gov.za
Tel: 044 803 1550 / 082 803 5161
Desmond Paulse – Manager: Municipal Health Klein Karoo
E-mail: desmond@gardenroute.gov.za
Tel: 044 272 2241 / Cell: 083 678 6530
94 St John Street, Oudtshoorn
Rinay Cloete – Acting Chief: Municipal Health Mossel Bay
E-mail: rinay@gardenroute.gov.za
Tel: 044 693 0006 /Cell: 083 630 6108
C/O Sampson & Marling Street, Ext 23, Mossel Bay
Emmy Douglas – Chief: Municipal Health George (Outeniqua)
E-mail: emmy@gardenroute.gov.za
Tel: 044 803 1537 / Cell: 078 457 2824
Mission Street, Industrial Area, George
Jessica Erasmus – Acting Chief: Municipal Health George (Wilderness)
E-mail: jessica@gardenroute.gov.za
Tel: 044 803 1522 / Cell: 081 346 3118
Mission Street, Industrial Area, George
James McCarthy – Chief: Municipal Health Knysna (Lakes)
E-mail: james@gardenroute.gov.za
Tel: 044 382 7214 / Cell: 082 805 9417
26A Queen Street, Knysna
Gawie Vos – Chief: Municipal Health Bitou (Lakes)
E-mail: Gjvos@gardenroute.gov.za
Tel: 044 501 1600 / Cell: 083 557 1522
7 Gibb Street, Plettenberg Bay
Haemish Herwels – Chief: Municipal Health Hessequa (Langeberg)
E-mail: haemish@gardenroute.gov.za
Tel: 028 713 2438 / Cell: 083 678 6545
23 Mitchell Street, Riversdale
