Italente yaseMzantsi Afrika uEmile Witbooi itsale umdla weBayern Munich. Kuthiwa eli qela laseJamani lifuna ukumnika ithuba lokuzivavanya. UWitbooi uneminyaka eli-17
Urhulumente uthi ukubulawa kwembethi manqindi yaseMzantsi Afrika, uZolani Tete, kwakucwangciswe ngononophelo olukhulu. UTete, oneminyaka eyi-38, wadutyulwa eNU17 eMdantsane malunga nentsimbi
